IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye ngonyaka wesibini wokuza kwabo endlwini yoTHIXO oyinyaniso eYerusalem, ngenyanga yesibini,+ kwaqala uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli+ noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki nabanye abazalwana babo, ababingeleli nabaLevi, nabo bonke abo babephuma ekuthinjweni+ eYerusalem; baza ke abaLevi+ bababeka ezikhundleni ukususela kwiminyaka engamashumi amabini ukunyuka ukuba bongamele umsebenzi wendlu kaYehova.+

  • Ezra 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, uZerubhabheli noYeshuwa+ nezinye iintloko+ zezindlu zooyise bakwaSirayeli bathi kuzo: “Aninanto yakwenza nathi ekwakheni indlu yoThixo wethu,+ kuba siya kumakhela ngokwethu uYehova uTHIXO kaSirayeli, kanye njengoko uKumkani uKoreshi+ ukumkani wasePersi esiyalele.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share