IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba singabakhonzi;+ yaye uThixo wethu akasishiyanga ebukhobokeni bethu,+ kodwa usolulele ububele bothando phambi kookumkani basePersi,+ ukuze asivuselele aphakamise indlu yoThixo wethu+ ahlaziye neendawo eziphanzileyo+ zayo asinike nodonga lwamatye+ kwaYuda naseYerusalem.

  • Nehemiya 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Awu, Yehova, nceda, indlebe yakho mayiwuphulaphule umthandazo womkhonzi wakho nomthandazo+ wabakhonzi bakho abayoliswayo kukoyika igama lakho;+ kwaye, nceda, mnike impumelelo umkhonzi wakho namhlanje+ uze umenze asizeleke phambi kwale ndoda.”+

      Ke kaloku ndandingumngcamli+ kakumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share