1 Kumkani 8:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 uze ubaxolele+ abantu bakho abakonileyo+ nako konke ukunxaxha+ kwabo abanxaxhe ngako nxamnye nawe;+ uze ubenze basizeleke+ phambi kwabathimbi babo yaye babasizele INdumiso 106:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Wayebanika ukuba babe ngabasizelekayoPhambi kwabo bonke abo bababambe njengabathinjwa.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+
50 uze ubaxolele+ abantu bakho abakonileyo+ nako konke ukunxaxha+ kwabo abanxaxhe ngako nxamnye nawe;+ uze ubenze basizeleke+ phambi kwabathimbi babo yaye babasizele
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+