1 Samuweli 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda. 1 Kronike 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 noPenuweli uyise kaGedore+ noEtsere uyise kaHusha. Aba yayingoonyana bakaHure+ izibulo likaEfratha uyise kaBhetelehem.+ Nehemiya 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 amadoda aseBhetelehem+ naseNetofa,+ ayelikhulu elinamashumi asibhozo anesibhozo;
12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda.
4 noPenuweli uyise kaGedore+ noEtsere uyise kaHusha. Aba yayingoonyana bakaHure+ izibulo likaEfratha uyise kaBhetelehem.+