1 Kronike 2:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Oonyana bakaSalma yayinguBhetelehem+ namaNetofa,+ uAtaroti-bhete-yowabhi nesiqingatha samaManahati, amaTsora. Ezra 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 amadoda aseNetofa,+ ayengamashumi amahlanu anesithandathu; Yeremiya 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+
54 Oonyana bakaSalma yayinguBhetelehem+ namaNetofa,+ uAtaroti-bhete-yowabhi nesiqingatha samaManahati, amaTsora.
8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+