2 Kumkani 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, 1 Kronike 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba baninzi ababulawayo, ngenxa yokuba babelwelwa nguTHIXO oyinyaniso.+ Yaye baqhubeka behlala kwiindawo zabo de kwalixesha lokuthinjwa.+ 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
32 Ngaloo mihla uYehova waqala ukumnciphisa ngokuthe ngcembe uSirayeli; yaye uHazayeli+ wabaxabela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,
22 Kuba baninzi ababulawayo, ngenxa yokuba babelwelwa nguTHIXO oyinyaniso.+ Yaye baqhubeka behlala kwiindawo zabo de kwalixesha lokuthinjwa.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.