-
Yeremiya 32:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Ekuhambeni kwexesha uHanameli unyana kabawokazi wafika kum, ngokwelizwi likaYehova, kwiNtendelezo Yabalindi,+ waza wathi kum: “Khawuncede, uthenge intsimi yam eseAnatoti,+ leyo ikwilizwe lakwaBhenjamin,+ kuba ilungelo lelifa lelakho, negunya lokuhlawulela lelakho. Zithengele yona.” Ndazi ke ngoko ukuba yayililizwi likaYehova eli.+
-