5 NamaFilisti aqokelelana ndawonye ukuze alwe noSirayeli, iinqwelo zokulwa+ ezingamashumi amathathu amawaka nabakhweli-mahashe abangamawaka amathandathu nabantu abanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle ukuba baninzi;+ aza enyuka aya kumisa inkampu eMikimashe ngasempuma yeBhete-aven.+