Yoshuwa 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uYoshuwa wathumela amadoda asuka eYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven,+ ngakwimpuma yeBheteli,+ yaye wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngako oko amadoda enyuka aya kuhlola iAyi.+ Yoshuwa 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye umda wabo waba kwimbombo engasemntla ukusuka eYordan, kwaye umda wenyuka waya kwithambeka laseYeriko+ ngasemntla waza wenyuka entabeni ngasentshona, yaye isiphelo sawo saba sentlango yaseBhete-aven.+ 1 Samuweli 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngaloo mini uYehova wamsindisa+ uSirayeli, nedabi ladlulela eBhete-aven.+
2 Waza uYoshuwa wathumela amadoda asuka eYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven,+ ngakwimpuma yeBheteli,+ yaye wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngako oko amadoda enyuka aya kuhlola iAyi.+
12 Yaye umda wabo waba kwimbombo engasemntla ukusuka eYordan, kwaye umda wenyuka waya kwithambeka laseYeriko+ ngasemntla waza wenyuka entabeni ngasentshona, yaye isiphelo sawo saba sentlango yaseBhete-aven.+