IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+

  • Yoshuwa 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uYoshuwa wathumela amadoda asuka eYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven,+ ngakwimpuma yeBheteli,+ yaye wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngako oko amadoda enyuka aya kuhlola iAyi.+

  • Yoshuwa 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kwaye akukho mntu wasalayo eAyi naseBheteli ongazange alandele uSirayeli, kangangokuba basishiya isixeko sivulekile baza basukela uSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share