-
Ezra 10:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Ngoko onke amadoda akwaYuda nakwaBhenjamin aqokelelana ndawonye eYerusalem kwisithuba seentsuku ezintathu, oko kukuthi, ngenyanga yesithoba+ ngomhla wamashumi amabini wenyanga leyo, yaye bonke abantu baqhubeka behleli kwindawo evulekileyo yendlu yoTHIXO oyinyaniso, bengcangcazela ngenxa yombandela lowo nangenxa yesiphango semvula.+
-