Ezra 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.” Ezra 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuhambeni kwethuba uEzra umbingeleli waphakama waza wathi kuwo: “Nina nenze ngokungathembeki ngokuthi ninike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ukuze nongeze kwityala likaSirayeli.+ 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.”
10 Ekuhambeni kwethuba uEzra umbingeleli waphakama waza wathi kuwo: “Nina nenze ngokungathembeki ngokuthi ninike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ukuze nongeze kwityala likaSirayeli.+
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+