Nehemiya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo. Nehemiya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi kamsinya nje akuva uSanebhalati+ ukuba siyalwakha udonga kwakhona, waba nomsindo+ kwaye wacaphuka kakhulu, waqhubeka ewagculela+ amaYuda. Nehemiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo.
10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo.
4 Kwathi kamsinya nje akuva uSanebhalati+ ukuba siyalwakha udonga kwakhona, waba nomsindo+ kwaye wacaphuka kakhulu, waqhubeka ewagculela+ amaYuda.
14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo.