Nehemiya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo. Nehemiya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje akuxelelwa uSanebhalati+ noTobhiya+ noGeshem+ umArabhiya+ nezinye iintshaba zethu ukuba ndibuye ndalwakha udonga+ nokuba akusalanga thuba (nangona kude kube ngelo xesha iingcango+ ndandingekazifaki emasangweni),+ Nehemiya 13:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye omnye woonyana bakaYoyada+ unyana kaEliyashibhi+ umbingeleli omkhulu wayengumkhwenyana kaSanebhalati+ umHoron.+ Ngoko ndamgxotha.+
10 Xa uSanebhalati+ umHoron+ noTobhiya+ isicaka, esingumAmoni,+ bakuvayo oko, kubo kwabonakala kukubi kakhulu+ ukuba indoda ize kufunela oonyana bakaSirayeli okuthile okulungileyo.
6 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje akuxelelwa uSanebhalati+ noTobhiya+ noGeshem+ umArabhiya+ nezinye iintshaba zethu ukuba ndibuye ndalwakha udonga+ nokuba akusalanga thuba (nangona kude kube ngelo xesha iingcango+ ndandingekazifaki emasangweni),+
28 Kwaye omnye woonyana bakaYoyada+ unyana kaEliyashibhi+ umbingeleli omkhulu wayengumkhwenyana kaSanebhalati+ umHoron.+ Ngoko ndamgxotha.+