IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 75:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba nguThixo umgwebi.+

      Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+

  • Yeremiya 27:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ‘Mna ndenze umhlaba,+ uluntu+ nezilo+ eziphezu komhlaba ngamandla am amakhulu+ nangengalo yam eyoluliweyo;+ kwaye ndiwunike lowo kungqineke kulungile emehlweni am ukumnika.+

  • Daniyeli 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yena utshintsha amaxesha namathuba,+ ushenxisa ookumkani amisele ookumkani,+ unika izilumko ubulumko, anike iingqondi ulwazi.+

  • Daniyeli 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+

  • Daniyeli 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wagxothwa koonyana babantu, intliziyo yakhe yenziwa yaba njengeyesilo, wahlala namaesile asendle.+ Wayesidla utyani njengeenkunzi zeenkomo, nomzimba wakhe wawusiba manzi ngumbethe wamazulu,+ wada wazi ukuba Oyena Thixo Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu, yaye umisa nabani na kubo athanda ukummisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share