Nehemiya 12:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi.
39 naphezu kweSango lakwaEfrayim+ nakwiSango lesiXeko Esidala+ ukuya kufikelela kwiSango Leentlanzi+ nakwiNqaba kaHananeli+ nakwiNqaba kaMeya+ nakwiSango Lezimvu;+ ibe yaya kuma kwiSango labaLindi.