2 Samuweli 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+ 2 Samuweli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+ Nehemiya 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye kwiSango Lomthombo+ benyuka baya ngqo phambili kwiZinyuko+ zesiXeko sikaDavide+ ekunyukeni kodonga ngentla kweNdlu kaDavide ukuya kufikelela kwiSango Lamanzi+ ngasempuma.
11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+
7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+
37 Yaye kwiSango Lomthombo+ benyuka baya ngqo phambili kwiZinyuko+ zesiXeko sikaDavide+ ekunyukeni kodonga ngentla kweNdlu kaDavide ukuya kufikelela kwiSango Lamanzi+ ngasempuma.