IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 3:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kwaye amaNethini+ ayehlala eOfeli;+ enza umsebenzi wokulungisa ukuya kufikelela ngaphambi kweSango Lamanzi+ ngasempuma nangakwinqaba eveleleyo.

  • Nehemiya 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Baza bonke abantu bahlanganisana njengamntu mnye+ kwindawo yembutho+ eyayiphambi kweSango Lamanzi.+ Baza bathi kuEzra+ umkhupheli makazise incwadi+ yomthetho kaMoses,+ awawuyalelayo uYehova kuSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share