ABagwebi 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ukumkani woonyana baka-Amoni wathi kubathunywa bakaYifeta: “Kungenxa yokuba uSirayeli wathabatha ilizwe lam ekuphumeni kwakhe eYiputa,+ ukususela kwa-Arnon+ ukuya kufikelela eYabhoki nokuya kufikelela eYordan.+ Ke kaloku libuyise ngoxolo.” Yeremiya 49:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+ Hezekile 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+
13 Ngoko ukumkani woonyana baka-Amoni wathi kubathunywa bakaYifeta: “Kungenxa yokuba uSirayeli wathabatha ilizwe lam ekuphumeni kwakhe eYiputa,+ ukususela kwa-Arnon+ ukuya kufikelela eYabhoki nokuya kufikelela eYordan.+ Ke kaloku libuyise ngoxolo.”
49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+
10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+