Nehemiya 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngalo lonke eli xesha ndandingekho eYerusalem, kuba ngonyaka wamashumi amathathu anesibini+ ka-Artashashta+ ukumkani waseBhabhiloni ndeza kukumkani, yaye kamva ndacela kukumkani ukuba ndikhe ndithi tshalala.+
6 Ngalo lonke eli xesha ndandingekho eYerusalem, kuba ngonyaka wamashumi amathathu anesibini+ ka-Artashashta+ ukumkani waseBhabhiloni ndeza kukumkani, yaye kamva ndacela kukumkani ukuba ndikhe ndithi tshalala.+