Ezra 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+ Nehemiya 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+
7 Yaye emva kwezi zinto kulawulo luka-Artashashta+ ukumkani wasePersi, uEzra+ unyana kaSeraya+ unyana ka-Azariya unyana kaHilekiya+
2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+