INdumiso 101:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amehlo am akwabo bathembekileyo bomhlaba,+Ukuba bahlale kunye nam.+Ohamba ngendlela engenasiphoso,+Nguye oya kuba ngumlungiseleli wam.+ IMizekeliso 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+ IZenzo 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko, bazalwana, zifuneleni+ amadoda avunyiweyo asixhenxe phakathi kwenu, azele ngumoya nobulumko,+ ukuze siwamisele phezu kwalo mcimbi uyimfuneko; 1 Korinte 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngapha koko, okufunekayo kumagosa+ kukuba ahlale ethembekile.+
6 Amehlo am akwabo bathembekileyo bomhlaba,+Ukuba bahlale kunye nam.+Ohamba ngendlela engenasiphoso,+Nguye oya kuba ngumlungiseleli wam.+
20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+
3 Ngoko, bazalwana, zifuneleni+ amadoda avunyiweyo asixhenxe phakathi kwenu, azele ngumoya nobulumko,+ ukuze siwamisele phezu kwalo mcimbi uyimfuneko;