1 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule. Nehemiya 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye ndaqhubeka ndibeke njengabaphathi eYerusalem uHanani+ umntakwethu noHananiya inkosana yeNqaba,+ kuba wayeyindoda ekholosekileyo+ nemoyikayo+ uTHIXO oyinyaniso ngaphezu kwabanye abaninzi. INdumiso 101:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amehlo am akwabo bathembekileyo bomhlaba,+Ukuba bahlale kunye nam.+Ohamba ngendlela engenasiphoso,+Nguye oya kuba ngumlungiseleli wam.+
5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule.
2 Yaye ndaqhubeka ndibeke njengabaphathi eYerusalem uHanani+ umntakwethu noHananiya inkosana yeNqaba,+ kuba wayeyindoda ekholosekileyo+ nemoyikayo+ uTHIXO oyinyaniso ngaphezu kwabanye abaninzi.
6 Amehlo am akwabo bathembekileyo bomhlaba,+Ukuba bahlale kunye nam.+Ohamba ngendlela engenasiphoso,+Nguye oya kuba ngumlungiseleli wam.+