2 Kumkani 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke yena wathi: “Konke kulungile. Ndithunywe+ yinkosi yam+ isithi, ‘Khangela! Khona ngoku kufike kum abafana ababini bevela kummandla weentaba wakwaEfrayim koonyana babaprofeti.+ Nceda, ubanike italente yesilivere nezambatho zokutshintsha zibe zibini.’”+ IMizekeliso 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ilifa lifunyanwa ngokubawa ekuqaleni,+ kodwa ikamva lalo aliyi kusikelelwa.+ Yeremiya 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+ 1 Timoti 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+
22 Ke yena wathi: “Konke kulungile. Ndithunywe+ yinkosi yam+ isithi, ‘Khangela! Khona ngoku kufike kum abafana ababini bevela kummandla weentaba wakwaEfrayim koonyana babaprofeti.+ Nceda, ubanike italente yesilivere nezambatho zokutshintsha zibe zibini.’”+
11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+
9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+