Luka 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde. IZenzo 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kofundo lwasesidlangalaleni loMthetho+ nolwabaProfeti amagosa ongamelayo+ kwindlu yesikhungu athumela kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi eninalo lokukhuthaza abantu, lixeleni.” IZenzo 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukususela kumaxesha amandulo kwizixeko ngezixeko uMoses ebenabo abo bamshumayelayo, ngenxa yokuba ufundwa ngokuvakalayo kwizindlu zesikhungu zonke iisabatha.”+
16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.
15 Emva kofundo lwasesidlangalaleni loMthetho+ nolwabaProfeti amagosa ongamelayo+ kwindlu yesikhungu athumela kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi eninalo lokukhuthaza abantu, lixeleni.”
21 Kuba ukususela kumaxesha amandulo kwizixeko ngezixeko uMoses ebenabo abo bamshumayelayo, ngenxa yokuba ufundwa ngokuvakalayo kwizindlu zesikhungu zonke iisabatha.”+