IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko ke, nikelani ingqalelo kwindlela eniphulaphula ngayo; kuba nabani na onako, uya kunikwa okungakumbi,+ kodwa nabani na ongenako, kwanoko acinga ukuba unako kuya kuthatyathwa kuye.”+

  • IZenzo 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye umfazi othile ogama linguLidiya, umthengisi wezimfusa, wesixeko saseTiyatira+ nongumnquli kaThixo, wayephulaphule, kwaye uYehova wayivula yabanzi intliziyo+ yakhe ukuze anikele ingqalelo kwizinto ezazithethwa nguPawulos.

  • IZenzo 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Aba ke bona babechubekile kunabo baseTesalonika, kuba balamkela ilizwi ngeyona ntumekelelo inkulu yengqondo, bezincina ngenyameko+ iZibhalo+ mihla le mayela nokuba zinjalo kusini na ezo zinto.+

  • Hebhere 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngenxa yoko, simele sinikele ingqalelo engaphezu kweqhelekileyo kwizinto esizivileyo,+ ukuze singakhukuliseki.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share