Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ Numeri 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+ Duteronomi 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uThixo wakho uya kunivelisela umprofeti, phakathi kwenu, kubazalwana benu, onjengam—nize nimphulaphule+—
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+
15 UYehova uThixo wakho uya kunivelisela umprofeti, phakathi kwenu, kubazalwana benu, onjengam—nize nimphulaphule+—