Yoshuwa 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye badanduluka kuYehova.+ Ngoko wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa+ waza wazisa ulwandle phezu kwawo waza wawagubungela,+ yaye amehlo enu akubona oko ndakwenza eYiputa;+ kwaye nahlala entlango iintsuku ezininzi.+
7 Kwaye badanduluka kuYehova.+ Ngoko wabeka ubumnyama phakathi kwenu namaYiputa+ waza wazisa ulwandle phezu kwawo waza wawagubungela,+ yaye amehlo enu akubona oko ndakwenza eYiputa;+ kwaye nahlala entlango iintsuku ezininzi.+