Numeri 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kuhla+ ndithethe nawe khona;+ ndicaphule kumoya+ okuwe ndiwubeke kuwo, aze akuncedise ekuthwaleni umthwalo waba bantu, ungawuthwali wedwa.+ Numeri 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wandula ke wehla uYehova ngelifu,+ wathetha kuye,+ wacaphula umoya okuye,+ wawubeka kwindoda nganye enkulu kulawo angamashumi asixhenxe. Wathi wakuhlala umoya phezu kwawo, aprofeta; kodwa akaphindanga kwakhona.+
17 Ndiya kuhla+ ndithethe nawe khona;+ ndicaphule kumoya+ okuwe ndiwubeke kuwo, aze akuncedise ekuthwaleni umthwalo waba bantu, ungawuthwali wedwa.+
25 Wandula ke wehla uYehova ngelifu,+ wathetha kuye,+ wacaphula umoya okuye,+ wawubeka kwindoda nganye enkulu kulawo angamashumi asixhenxe. Wathi wakuhlala umoya phezu kwawo, aprofeta; kodwa akaphindanga kwakhona.+