Nehemiya 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+ Nehemiya 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ekuhambeni kwethuba iikwayari ezimbini zokubulela+ zaya kuma kwindlu+ yoTHIXO oyinyaniso, nam ndikunye nesiqingatha samasekela-baphathi,+
38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+
40 Ekuhambeni kwethuba iikwayari ezimbini zokubulela+ zaya kuma kwindlu+ yoTHIXO oyinyaniso, nam ndikunye nesiqingatha samasekela-baphathi,+