-
Ezra 8:20INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
20 Ababevela kumaNethini, abo uDavide neenkosana babanika inkonzo yabaLevi, yayingamaNethini angamakhulu amabini anamashumi amabini, onke ayetyunjwe ngamagama awo.
-