Eksodus 30:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bamele bahlambe izandla zabo neenyawo zabo ukuze bangafi,+ oko kube ngummiselo kubo kuse kwixesha elingenammiselo, kuye nakwinzala yakhe ezizukulwaneni zayo.”+ Levitikus 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mababe ngcwele kuThixo wabo,+ bangalihlambeli igama loThixo wabo,+ kuba ngabo abasondeza umnikelo wasemlilweni kaYehova, isonka soThixo wabo;+ ngoko ke bamele babe ngcwele.+ Levitikus 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, ukuba bazahlule ezintweni ezingcwele zoonyana bakaSirayeli baze bangalihlambeli igama lam elingcwele+ ezintweni abazingcwalisayo kum.+ NdinguYehova.
21 Bamele bahlambe izandla zabo neenyawo zabo ukuze bangafi,+ oko kube ngummiselo kubo kuse kwixesha elingenammiselo, kuye nakwinzala yakhe ezizukulwaneni zayo.”+
6 Mababe ngcwele kuThixo wabo,+ bangalihlambeli igama loThixo wabo,+ kuba ngabo abasondeza umnikelo wasemlilweni kaYehova, isonka soThixo wabo;+ ngoko ke bamele babe ngcwele.+
2 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, ukuba bazahlule ezintweni ezingcwele zoonyana bakaSirayeli baze bangalihlambeli igama lam elingcwele+ ezintweni abazingcwalisayo kum.+ NdinguYehova.