Isaya 52:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mkani, mkani, phumani apho,+ ningachukumisi nto ingahlambulukanga;+ phumani phakathi kwazo,+ zigcineni nihlambulukile, nina nithwala impahla kaYehova.+ 1 Petros 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Nimele nibe ngcwele, ngenxa yokuba ndingcwele mna.”+
11 Mkani, mkani, phumani apho,+ ningachukumisi nto ingahlambulukanga;+ phumani phakathi kwazo,+ zigcineni nihlambulukile, nina nithwala impahla kaYehova.+