Nehemiya 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+ Nehemiya 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye abaLevi yayinguYeshuwa,+ uBhinuwi,+ uKademiyeli,+ uSherebhiya, uYuda, uMataniya,+ owayongamele imibulelo, yena nabazalwana bakhe.
17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+
8 Yaye abaLevi yayinguYeshuwa,+ uBhinuwi,+ uKademiyeli,+ uSherebhiya, uYuda, uMataniya,+ owayongamele imibulelo, yena nabazalwana bakhe.