1 Kronike 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 noBhakebhakare, uHereshe noGalali, noMataniya+ unyana kaMikha+ unyana kaZikri+ unyana ka-Asafu,+ Nehemiya 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+
17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+