IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi ngonyaka wesithoba+ wokuba ngukumkani kwakhe, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi+ wenyanga leyo, weza uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni,+ ewe, yena nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni, nxamnye neYerusalem baza bamisa iinkampu ecaleni kwayo bakha nodonga lokungqinga ecaleni kwayo macala onke.+

  • 2 Kronike 36:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.

  • Yeremiya 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Unyuke njengengonyama iphuma entshinyeleni yayo,+ yaye lowo wonakalisa iintlanga undulukile;+ uphumile endaweni yakhe ukuze enze ilizwe lakho libe yinto ekhwankqisayo. Izixeko zakho ziya kuwa zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share