2 Kronike 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda. Ezra 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke. Mateyu 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kokuba ezile ukutya iimini ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane,+ wandula ke walamba.
3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.
21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke.
2 Emva kokuba ezile ukutya iimini ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane,+ wandula ke walamba.