IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yizani sithengise ngaye kumaIshmayeli,+ isandla sethu singabi phezu kwakhe.+ Ngapha koko, ungumntakwethu, inyama yethu.” Ngoko bamphulaphula umntakwabo.+

  • Nehemiya 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye ngoku inyama yethu iyafana nenyama yabazalwana bethu;+ oonyana bethu bayafana noonyana babo, kodwa yabona oonyana bethu neentombi zethu sibenza amakhoboka,+ kwaye sezikhona iintombi zethu esele zingawo; yaye akukho mandla ezandleni zethu ngoxa amasimi ethu nezidiliya zethu izezabanye.”

  • Yoweli 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share