Estere 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UHaman wathi kuKumkani uAhaswerosi: “Kukho bantu bathile abachithachithiweyo+ nabahlukileyo abaphakathi kwezizwana kuwo onke amaphondo kummandla wakho;+ yaye imithetho yabo yahlukile kweyabo bonke abanye abantu, nemithetho kakumkani abayenzi,+ yaye akufanelekanga ngokumkani ukuba abayeke. Estere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.
8 UHaman wathi kuKumkani uAhaswerosi: “Kukho bantu bathile abachithachithiweyo+ nabahlukileyo abaphakathi kwezizwana kuwo onke amaphondo kummandla wakho;+ yaye imithetho yabo yahlukile kweyabo bonke abanye abantu, nemithetho kakumkani abayenzi,+ yaye akufanelekanga ngokumkani ukuba abayeke.
24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.