Estere 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+
25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+