Estere 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaphezu koko, uEstere wathetha kwakhona phambi kukakumkani waza wawa phambi kweenyawo zakhe walila, wacela+ ubabalo kuye ukuba abususe ububi+ bukaHaman umAgagi necebo lakhe+ awayelenzile nxamnye namaYuda.+
3 Ngaphezu koko, uEstere wathetha kwakhona phambi kukakumkani waza wawa phambi kweenyawo zakhe walila, wacela+ ubabalo kuye ukuba abususe ububi+ bukaHaman umAgagi necebo lakhe+ awayelenzile nxamnye namaYuda.+