IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku wathi: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani, yaye ukuba ndifumene ubabalo+ phambi kwakhe kwaye le nto ifanelekile phambi kukakumkani kwaye ndilungile emehlweni akhe, makubhalwe kurhoxiswe amaxwebhu abhaliweyo,+ icebo likaHaman unyana kaHamedata umAgagi,+ lawo wawabhalayo ukuba kutshatyalaliswe amaYuda+ akuwo onke amaphondo kakumkani.+

  • Estere 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wabhala ngegama likaKumkani+ uAhaswerosi waza watywina+ ngomsesane wokutywina+ kakumkani yaye amaxwebhu abhaliweyo wawathumela ngesandla sabathwali besigidimi bekhwele emahasheni,+ amahashe athwala isigidimi asetyenziswa kwinkonzo yasebukhosini, amankonyana eemazi zamahashe ezinamendu,

  • Estere 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngako oko uEstere wathi: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani,+ mawanikwe amaYuda aseShushan nangomso ukuba enze ngokuvumelana nomthetho wale mini;+ yaye oonyana bakaHaman abalishumi mabaxhonywe esibondeni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share