IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ngomhla weshumi elinesithathu wenyanga enguAdare; kwaza kwabakho uphumlo ngomhla wayo weshumi elinesine, wenziwa umhla wesidlo+ nemihlali.+

  • INdumiso 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kuba wena, Yehova, uya kusikhanyisa isibane sam;+

      UThixo wam uya kubenza bukhanye ubumnyama bam.+

  • INdumiso 30:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+

      Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+

      Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+

  • INdumiso 97:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukukhanya kulibengezelele ilungisa,+

      Nemihlali kwabo bathe tye entliziyweni.+

  • IMizekeliso 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+

  • Isaya 30:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Nokukhanya kwenyanga ehlangeneyo kumele kube njengokukhanya kwelanga eliqaqambileyo; yaye kona kanye ukukhanya kwelanga eliqaqambileyo kuya kuphindwa kasixhenxe, njengokukhanya kweemini ezisixhenxe,+ ngemini yokubopha kukaYehova ukuwa+ kwabantu bakhe aze aphilise+ kwanenxeba elikhulu elibangelwe kukubethwa nguye.

  • Mika 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share