IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+

      Abakho oothixo abakunye nam.+

      Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+

      Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+

      Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+

  • Yeremiya 33:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ‘Yabona, ndisenza sichache sibuyele empilweni;+ yaye ndiza kubaphilisa ndize ndibatyhilele uxolo oluninzi nenyaniso.+

  • Hoseya 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+

  • Amosi 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Ngaloo mini ndiya kuwuvusa+ umnquba+ kaDavide owileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzingciba iintanda zawo. Namanxuwa awo ndiya kuwavusa, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwakha njengakwimihla yakudala,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share