IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+

      Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+

      Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayo

      Basuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.

  • 2 Samuweli 22:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ke zona iintshaba zam, ngokuqinisekileyo uya kuzenza zindinikele umva;+

      Abo bandithiye kakhulu—nabo ndiya kubathulisa.+

  • INdumiso 30:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukuzila kwam ukutshintshe kwaba kukungqungqa;+

      Ulikhulule irhonya lam, yaye undigcina ndibhinqe imihlali,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share