11 lawo ukumkani wayewanike amaYuda awayekwizixeko ezahlukahlukeneyo ukuba azihlanganise+ amele imiphefumlo yawo, ukuze abhubhise, abulale wonke umkhosi wabantu+ namaphondo awayebonakalisa ubutshaba kuwo, abantwana nabafazi, nokuze aphange amaxhoba abo,+