Duteronomi 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Xa athe umntu waba nesono esifanelwe sisigwebo sokufa, wabulawa,+ waxhonywa esibondeni,+ Estere 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko lo mbandela wancinwa waza ekugqibeleni wafunyanwa, baza baxhonywa+ esibondeni bobabini;+ emva koko oko kwabhalwa encwadini yemicimbi+ yaloo mihla phambi kukakumkani. Estere 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani. Galati 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokusithenga uKristu+ wasikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho ngokuthi abe sisiqalekiso+ esikhundleni sethu, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywa esibondeni.”+
23 Ngoko lo mbandela wancinwa waza ekugqibeleni wafunyanwa, baza baxhonywa+ esibondeni bobabini;+ emva koko oko kwabhalwa encwadini yemicimbi+ yaloo mihla phambi kukakumkani.
13 Ngokusithenga uKristu+ wasikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho ngokuthi abe sisiqalekiso+ esikhundleni sethu, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywa esibondeni.”+