IMizekeliso 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umntu onobubele bothando uqhubana ngokunomvuzo nomphefumlo wakhe,+ kodwa umntu okhohlakeleyo uyizisela ishwangusha inyama yakhe.+ IMizekeliso 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abayi kubhadu-bhadula na abo bayila ububi?+ Kodwa kukho ububele bothando nenyaniso kwabo bayila okulungileyo.+ IMizekeliso 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+ IMizekeliso 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+ Daniyeli 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wenza ukuba igosa eliyintloko lenkundla libe nobubele bothando nenceba kuDaniyeli.+
17 Umntu onobubele bothando uqhubana ngokunomvuzo nomphefumlo wakhe,+ kodwa umntu okhohlakeleyo uyizisela ishwangusha inyama yakhe.+
22 Abayi kubhadu-bhadula na abo bayila ububi?+ Kodwa kukho ububele bothando nenyaniso kwabo bayila okulungileyo.+
22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+
9 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wenza ukuba igosa eliyintloko lenkundla libe nobubele bothando nenceba kuDaniyeli.+