1 Kumkani 8:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 uze ubaxolele+ abantu bakho abakonileyo+ nako konke ukunxaxha+ kwabo abanxaxhe ngako nxamnye nawe;+ uze ubenze basizeleke+ phambi kwabathimbi babo yaye babasizele INdumiso 106:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Wayebanika ukuba babe ngabasizelekayoPhambi kwabo bonke abo bababambe njengabathinjwa.+ IMizekeliso 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+
50 uze ubaxolele+ abantu bakho abakonileyo+ nako konke ukunxaxha+ kwabo abanxaxhe ngako nxamnye nawe;+ uze ubenze basizeleke+ phambi kwabathimbi babo yaye babasizele