-
Estere 4:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 “Bonke abakhonzi bakakumkani nabantu bamaphondo kakumkani bayaqonda ukuba, ngokubhekisele kuyo nayiphi na indoda okanye nawuphi na umfazi ongena kukumkani kwintendelezo engaphakathi+ engabizwanga, mnye umthetho wakhe+ ngowokuba abulawe; ngaphandle kokuba kuphela kuye kwenzeka ukumkani amolulele intonga yobukhosi yegolide, ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila.+ Ke mna, andibizwanga ukuba ndingene kukumkani kangangeentsuku ezingamashumi amathathu.”
-